× Ulwimi IYurophu IsiRashiya IsiBhelarushiyen IsiUkraine Polish IsiSebhiya Bulgarian IsiSlovakian Czech Romanian IMoldova Azerbayijani Armenian Georgian Albanian I-Avar Isibashkir IsiTatar Chechen Slovenian Croatian Estonian Latvian IsiLithuwaniya Hungarian Finnish Norwegian Swedish Iceland IsiGrike Mecedonian IsiJamani Bavarian IsiDatshi Danish Welsh IsiGaelic Irish IsiFrentshi Basque IsiKhathalan IsiTaliyani IGalacian IsiRomani Bosnian Amantla Emelika IsiNgesi Amazantsi emelika Spanish IsiPhuthukezi IsiGuarani Quechuan Aymara UMbindi Merika IJamaican IsiNahuatl Kiche Qeqchi IsiHaiti EMpuma Asia IsiTshayina IsiJaphani Korean IsiMongoliya IsiUyghur Hmong EMazantsi mpuma eAsia IsiMalaysian Burmese Chin Nepali Cebuano Tagolog IsiCambodian IsiThai Indonesian IsiVietnamese Javanese Lao Iban IuMien Kachin Lahu Aceh Balinese Bugis Pampanga Sasak Shan Waray EMazantsi Asia Hindi Оdia Awadhi UMizo Kannada Malayalam Marathi Gujarati Tamil Telugu IsiPhunjabi UKurukh Isi-Assamese Maithili Bengali IsiUrdu Sinhala Dogri Haryanvi Meitei Konkani Santali Sindhi Koya Thado Sanskrit Devanagari Adilabad Gondi Ahirani IBalochi Bundeli Chhattisgarhi Garhwali Kangri Kumaoni Mewari Munda Sadri Seraiki Shekhawati Sylheti Umbindi weAsia IsiKyrgyz IsiUzbek IsiTajik IsiTurkmen Kazakhstan Karakalpak Phakathi empuma IsiTurkish IsiHebhere IsiArabhu Persian IsiKhudish IsiPhashto ICoptic Afrika Isibhulu IsiXhosa IsiZulu Ndebele IsiSotho Amharic Wolaytta WaseNigeria UMossi Ika IDinka Kabyle Ewe Swahili Morokho Somaliya IsiShona Madagaska Igbo IsiLingala Baoule Siswati IsiTsonga IsiTswana UmGambian IsiYoruba Kamba IsiKinyarwanda Hausa Chewa IsiLuo Makua Dyula Fulfulde Kalenjin Kikuyu Kikwango Kirundi Krio Nigerian Pidgin Oromo Tshiluba Tshivenda Twi Umbundu Lugbara Luguru Pular Gussi Maasai Turkana Moba Nuer Shilluk Tamasheq Makonde Bemba Fon Hadiyya Ibibio Kimbundu Kimiiru Lango Liberian Kreyol Lomwe Mende Morisyen Ndau Nyankole Sena Sidamo Soga Songe Sukuma Tarifit Teso Tiv Zande Ilizwekazi lase-Australia Nyu Zilend Gini eNtsha yasePapuwa Iilwimi ezindala IsiAramiki IsiLatini IsiEsperanto 1 1 1 IZIBHALO EZINGCWELE 1975 ITestamente Entsha 2020IBHAYIBHILE 1996IZIBHALO EZINGCWELE 1975Incwadi Yeziba̔lo 19021 1 1 Imizekeliso GenesisExodusLeviticusNumbersDeuteronomyYoshuwaAbagwebiRute1 Samuweli2 Samuweli1 Ukumkani2 Ukumkani1 Chronicles2 ChroniclesEzeraNehemiyaEstereYobhiUmhobeImizekelisoEcclesiastesSolomonIsayaYeremiyaIzimbononoHezekileDaniyeliHoseyaYoweliAmosiObhadiyaYonaMikaNahumHabhakukiZefaniyaHagayiZekariyaMalaki--- --- ---MateyuMarkoLukaYohaneActsRoma1 Korinte2 KorinteGalatiEfeseFilipiKolose1 Tesalonika2 Tesalonika1 Timoti2 TimotiTitoFilemonHebhereYakobi1 Petros2 Petros1 Yohane2 Yohane3 YohaneYudaIsityhilelo1 1 1 17 123456789101112131415161718192021222324252627282930311 1 1 : 1 123456789101112131415161718192021222324252627281 1 1 IZIBHALO EZINGCWELE 1975 Imizekeliso 17 Gcina amanqaku 1Iqhekeza elomileyo lesonka, kunye nokuchulumacha, lilungile Ngaphezu kwendlu ezele yimibingelelo, enembambano.2Umkhonzi onengqiqo uya kumlawula unyana owenza okuziintloni, Ahlule ilifa phakathi kwabazalwana.3Ukhamba lolokunyibilikisa isilivere; iziko lelokunyibilikisa igolide; Umcikidi weentliziyo nguYehova.4Onobubi uwubazela indlebe umlomo onenkohliso, Uphulaphula ubuxoki obuselulwimini olweyeliselayo.5Ogculela ihlwempu ungcikiva uMenzi walo; Ovuyela inkxwaleko akabi msulwa.6Isithsaba samadoda amakhulu ngoonyana boonyana; Isihombo soonyana ngooyise.7Ayisifanele isidenge intetho ekhukhumeleyo; Yobeka phi na ke ukungalifaneli inene intetho ebubuxoki.8Sililitye elinqabileyo emehlweni omninilo isicengo, Apho asukuba ebheka khona, wenza ngengqiqo.9Ugubungela isikreqo ofuna uthando; Ophinda ayithethe into wahlula amakholwane.10Ukukhalinyelwa kuyangena konengqondo Ngaphezu kwemivumbo elikhulu kosisinyabi.11Oneenkani ufuna ububi bodwa; Ngoko ke uthunyelwa umthunywa osisijorha.12Kanye qubisana nebhere ehluthwe amathole ayo, Ungaqubisani nesinyabi ekumatheni kwaso.13Obuyekeza okubi esikhundleni sokulungileyo, Abuyi kusuka ububi endlwini yakhe.14Kukuvulela amanzi ukuqala kwengxabano; Yiyeke imbambano kungekavunganyewana.15Omgwebelayo ongendawo, kwanoligwebayo ilungisa, Bangamasikizi kuYehova bobabini.16Lelokwenzani na inani elisesandleni sesinyabi, lokurhweba ubulumko, Singenantliziyo nje?17Umhlobo uthanda ngamaxesha onke; Umzalwana uzalelwe imbandezelo.18Umntu oswele intliziyo ngobambana nomnye ngesandla, Ngomela umelo phambi kowabo.19Uthanda ukreqo othanda ukulwa; Owuphakamisayo umnyango wakhe ufuna ukuqhekeka.20Ontliziyo ijibilizayo akayi kukufumana okulungileyo;Ophenduka ngolwimi lwakhe weyela ebubini.21Ozala isinyabi uzizalela isingqala; Akanaluvuyo uyise wesidenge.22Intliziyo evuyileyo iyalungisa, ichachise; Umoya odakumbileyo uyawomisa amathambo.23Ongendawo wamkela isicengo esivela esondweni lengubo, Ukuze agqwethe indlela esesikweni.24Ubuso bonengqondo bubheke ebulumkweni; Ke amehlo esinyabi asekupheleni kwehlabathi.25Ububuhlungu bukayise unyana osisinyabi; Ububukrakra kumzalikazi wakhe.26Akulungile ukuhlawulisa nelungisa, Nokubetha amanene ngenxa yokuthe tye.27Owanqandayo amazwi akhe unokwazi: Omoya upholileyo yindoda enengqondo.28Kwanesimathane, ukuba sihleli sathi tu, kuthiwa sisilumko;Singawuvingca umlomo waso, kuthiwa sinengqondo.Xhosa Bible 1975 © Bible Society of South Africa 1975. Used with permission. All rights reserved IZIBHALO EZINGCWELE 1975 Imizekeliso 17 00:00:00 00:00:00 0.5x 2.0x https://beblia.bible:81/BibleAudio/xhosa/proverbs/017.mp3 31 17