× Ulwimi IYurophu IsiRashiya IsiBhelarushiyen IsiUkraine Polish IsiSebhiya Bulgarian IsiSlovakian Czech Romanian IMoldova Azerbayijani Armenian Georgian Albanian I-Avar Isibashkir IsiTatar Chechen Slovenian Croatian Estonian Latvian IsiLithuwaniya Hungarian Finnish Norwegian Swedish Iceland IsiGrike Mecedonian IsiJamani Bavarian IsiDatshi Danish Welsh IsiGaelic Irish IsiFrentshi Basque IsiKhathalan IsiTaliyani IGalacian IsiRomani Bosnian Amantla Emelika IsiNgesi Amazantsi emelika Spanish IsiPhuthukezi IsiGuarani Quechuan Aymara UMbindi Merika IJamaican IsiNahuatl Kiche Qeqchi IsiHaiti EMpuma Asia IsiTshayina IsiJaphani Korean IsiMongoliya IsiUyghur Hmong EMazantsi mpuma eAsia IsiMalaysian Burmese Chin Nepali Cebuano Tagolog IsiCambodian IsiThai Indonesian IsiVietnamese Javanese Lao Iban IuMien Kachin Lahu Aceh Balinese Bugis Pampanga Sasak Shan Waray EMazantsi Asia Hindi Оdia Awadhi UMizo Kannada Malayalam Marathi Gujarati Tamil Telugu IsiPhunjabi UKurukh Isi-Assamese Maithili Bengali IsiUrdu Sinhala Dogri Haryanvi Meitei Konkani Santali Sindhi Koya Thado Sanskrit Devanagari Adilabad Gondi Ahirani IBalochi Bundeli Chhattisgarhi Garhwali Kangri Kumaoni Mewari Munda Sadri Seraiki Shekhawati Sylheti Umbindi weAsia IsiKyrgyz IsiUzbek IsiTajik IsiTurkmen Kazakhstan Karakalpak Phakathi empuma IsiTurkish IsiHebhere IsiArabhu Persian IsiKhudish IsiPhashto ICoptic Afrika Isibhulu IsiXhosa IsiZulu Ndebele IsiSotho Amharic Wolaytta WaseNigeria UMossi Ika IDinka Kabyle Ewe Swahili Morokho Somaliya IsiShona Madagaska Igbo IsiLingala Baoule Siswati IsiTsonga IsiTswana UmGambian IsiYoruba Kamba IsiKinyarwanda Hausa Chewa IsiLuo Makua Dyula Fulfulde Kalenjin Kikuyu Kikwango Kirundi Krio Nigerian Pidgin Oromo Tshiluba Tshivenda Twi Umbundu Lugbara Luguru Pular Gussi Maasai Turkana Moba Nuer Shilluk Tamasheq Makonde Bemba Fon Hadiyya Ibibio Kimbundu Kimiiru Lango Liberian Kreyol Lomwe Mende Morisyen Ndau Nyankole Sena Sidamo Soga Songe Sukuma Tarifit Teso Tiv Zande Ilizwekazi lase-Australia Nyu Zilend Gini eNtsha yasePapuwa Iilwimi ezindala IsiAramiki IsiLatini IsiEsperanto 1 1 1 IZIBHALO EZINGCWELE 1975 ITestamente Entsha 2020IBHAYIBHILE 1996IZIBHALO EZINGCWELE 1975Incwadi Yeziba̔lo 19021 1 1 Imizekeliso GenesisExodusLeviticusNumbersDeuteronomyYoshuwaAbagwebiRute1 Samuweli2 Samuweli1 Ukumkani2 Ukumkani1 Chronicles2 ChroniclesEzeraNehemiyaEstereYobhiUmhobeImizekelisoEcclesiastesSolomonIsayaYeremiyaIzimbononoHezekileDaniyeliHoseyaYoweliAmosiObhadiyaYonaMikaNahumHabhakukiZefaniyaHagayiZekariyaMalaki--- --- ---MateyuMarkoLukaYohaneActsRoma1 Korinte2 KorinteGalatiEfeseFilipiKolose1 Tesalonika2 Tesalonika1 Timoti2 TimotiTitoFilemonHebhereYakobi1 Petros2 Petros1 Yohane2 Yohane3 YohaneYudaIsityhilelo1 1 1 23 123456789101112131415161718192021222324252627282930311 1 1 : 1 12345678910111213141516171819202122232425262728293031323334351 1 1 IZIBHALO EZINGCWELE 1975 Imizekeliso 23 Gcina amanqaku 1Xa uthe wahlala phantsi, ukuba udle nomlawuli, Qonda uqonde lowo uphambi kwakho;2Ubeke isitshetshe emqaleni wakho, Ukuba ungumntu onombilini.3Musa ukuzinqwenela izidlo zakhe ezinencasa; Kukudla kwenkohliso.4Musa ukuzidinisa ngokufuna ubutyebi; Yeka okwakho ukuqonda.5Amehlo akho uya kuwasukelisa ubutyebi na, bungekho nje?Kuba bona buzenzela amaphiko, Buphaphazela njengexhalanga elisinge ezulwini.6Musa ukudla ukudla koliso libi, Ungazinqweneli izidlo zakhe ezinencasa;7Kuba njengoko anjalo ocinga yedwa unjalo yena; Uthi kuwe, Yidla usele, Ukanti intliziyo yakhe ayinawe;8Umthamo wakho owudlileyo uya kuwuhlanza, Ulahlekwe ngamazwi akho amnandi.9Musa ukuthetha ezindlebeni zesinyabi; Ngokuba siya kuyidela ingqiqo yokukhuluma kwakho.10Musa ukuwushenxisa umlimandlela wakudala; Ungangeni emasimini eenkedama;11Kuba umkhululi wazo womelele; Wobambana nawe yena ngobambano lwazo.12Yinikele intliziyo yakho eluqeqeshweni, Neendlebe zakho entethweni yokwazi.13Musa ukuluyeka uqeqesho emntwaneni; Ukuba uthe wambetha ngentonga akayi kufa.14Wombetha ngentonga, Uhlangule umphefumlo wakhe kwelabafileyo.15Nyana wam, ukuba ithe yalumka intliziyo yakho. Yovuya intliziyo yam, kwaeyam lo, 16Zidlamke izintso zam Ekuthetheni komlomo wakho okuthe tye.17Intliziyo yakho mayingabamoneli aboni; Ke mayizonde ukoyika uYehova imini yonke;18Inene, kukho ikamva, Nethemba lakho aliyi kunqunyulwa.19Yiva, wena nyana wam, ulumke, Uyinyathelise intliziyo yakho ithi gca endleleni.20Musa ukuba phakathi kwamasela-wayini, Naphakathi kwamadla-kudla;21Kuba isela-wayini nedla-kudla liyahlwempuzeka; Kona ukozela kwambesa amajacu.22Mphulaphule uyihlo, lowo wakuzalayo, Ungamdeli unyoko akuba mkhulu.23Thenga inyaniso, ungathengisi ngayo; Nobulumko, noqeqesho, nengqondo.24Ugcoba kakhulu uyise welungisa; Ozele isilumko uyavuya ngaso.25Makavuye uyihlo nonyoko, Agcobe umfazi owakuzalayo.26Ndinike intliziyo yakho, nyana wam, Amehlo akho akholiswe ziindlela zam.27Kuba sisihogo esinzulu ihenyukazi, Liqula elimxinwa umfazi wolunye uhlanga.28Ude alale njengesihange, Awandise amanginingini eluntwini.29Ungokabani na uYeha? Ungokabani na uYoo? Zinabani na iingxabano? Inabani na inkalazo? Anabani na amanxeba angenasizathu? Anabani na amehlo anozizi?30Anabo balibala ewayinini, Abangena bayiminyele iwayini ephithikeziweyo.31Musa ukuyikhangela iwayini, xa izenza ingqombela, Xa ibengezelayo endebeni, Xa ihla kamnandi;32Ukuphela kwayo iluma njengenyoka, Iluma njengerhamba.33Amehlo akho aya kubona izinto zasemzini, Intliziyo yakho ithethe impenduka;34Ube njengolele esazulwini solwandle, Nanjengolele encotsheni yemasti;35Uthi, Bandibetha, andeva ntlungu; Bandintlitha, andaba nanto ndiyaziyo; Ndiya kuvuka nini na? Ndiya kuphinda ke, ndiya kubuya ndiyifune.Xhosa Bible 1975 © Bible Society of South Africa 1975. Used with permission. All rights reserved IZIBHALO EZINGCWELE 1975 Imizekeliso 23 00:00:00 00:00:00 0.5x 2.0x https://beblia.bible:81/BibleAudio/xhosa/proverbs/023.mp3 31 23