× Ulwimi IYurophu IsiRashiya IsiBhelarushiyen IsiUkraine Polish IsiSebhiya Bulgarian IsiSlovakian Czech Romanian IMoldova Azerbayijani Armenian Georgian Albanian I-Avar Isibashkir IsiTatar Chechen Slovenian Croatian Estonian Latvian IsiLithuwaniya Hungarian Finnish Norwegian Swedish Iceland IsiGrike Mecedonian IsiJamani Bavarian IsiDatshi Danish Welsh IsiGaelic Irish IsiFrentshi Basque IsiKhathalan IsiTaliyani IGalacian IsiRomani Bosnian Amantla Emelika IsiNgesi Amazantsi emelika Spanish IsiPhuthukezi IsiGuarani Quechuan Aymara UMbindi Merika IJamaican IsiNahuatl Kiche Qeqchi IsiHaiti EMpuma Asia IsiTshayina IsiJaphani Korean IsiMongoliya IsiUyghur Hmong EMazantsi mpuma eAsia IsiMalaysian Burmese Chin Nepali Cebuano Tagolog IsiCambodian IsiThai Indonesian IsiVietnamese Javanese Lao Iban IuMien Kachin Lahu Aceh Balinese Bugis Pampanga Sasak Shan Waray EMazantsi Asia Hindi Оdia Awadhi UMizo Kannada Malayalam Marathi Gujarati Tamil Telugu IsiPhunjabi UKurukh Isi-Assamese Maithili Bengali IsiUrdu Sinhala Dogri Haryanvi Meitei Konkani Santali Sindhi Koya Thado Sanskrit Devanagari Adilabad Gondi Ahirani IBalochi Bundeli Chhattisgarhi Garhwali Kangri Kumaoni Mewari Munda Sadri Seraiki Shekhawati Sylheti Umbindi weAsia IsiKyrgyz IsiUzbek IsiTajik IsiTurkmen Kazakhstan Karakalpak Phakathi empuma IsiTurkish IsiHebhere IsiArabhu Persian IsiKhudish IsiPhashto ICoptic Afrika Isibhulu IsiXhosa IsiZulu Ndebele IsiSotho Amharic Wolaytta WaseNigeria UMossi Ika IDinka Kabyle Ewe Swahili Morokho Somaliya IsiShona Madagaska Igbo IsiLingala Baoule Siswati IsiTsonga IsiTswana UmGambian IsiYoruba Kamba IsiKinyarwanda Hausa Chewa IsiLuo Makua Dyula Fulfulde Kalenjin Kikuyu Kikwango Kirundi Krio Nigerian Pidgin Oromo Tshiluba Tshivenda Twi Umbundu Lugbara Luguru Pular Gussi Maasai Turkana Moba Nuer Shilluk Tamasheq Makonde Bemba Fon Hadiyya Ibibio Kimbundu Kimiiru Lango Liberian Kreyol Lomwe Mende Morisyen Ndau Nyankole Sena Sidamo Soga Songe Sukuma Tarifit Teso Tiv Zande Ilizwekazi lase-Australia Nyu Zilend Gini eNtsha yasePapuwa Iilwimi ezindala IsiAramiki IsiLatini IsiEsperanto 1 1 1 IZIBHALO EZINGCWELE 1975 ITestamente Entsha 2020IBHAYIBHILE 1996IZIBHALO EZINGCWELE 1975Incwadi Yeziba̔lo 19021 1 1 Hebhere GenesisExodusLeviticusNumbersDeuteronomyYoshuwaAbagwebiRute1 Samuweli2 Samuweli1 Ukumkani2 Ukumkani1 Chronicles2 ChroniclesEzeraNehemiyaEstereYobhiUmhobeImizekelisoEcclesiastesSolomonIsayaYeremiyaIzimbononoHezekileDaniyeliHoseyaYoweliAmosiObhadiyaYonaMikaNahumHabhakukiZefaniyaHagayiZekariyaMalaki--- --- ---MateyuMarkoLukaYohaneActsRoma1 Korinte2 KorinteGalatiEfeseFilipiKolose1 Tesalonika2 Tesalonika1 Timoti2 TimotiTitoFilemonHebhereYakobi1 Petros2 Petros1 Yohane2 Yohane3 YohaneYudaIsityhilelo1 1 1 12 123456789101112131 1 1 : 1 12345678910111213141516171819202122232425262728291 1 1 IZIBHALO EZINGCWELE 1975 Hebhere 12 Gcina amanqaku 1Ngako oko ke, sinelifu elingakanana nje elisingqongileyo lamangqina, masithi nathi, siwubekile nxamnye wonke umthwalo, naso isono esinokusirhawula ngokusisulu, silubaleke ngomonde ugqatso olubekwe phambi kwethu;2sise amehlo kuyo iMbangi noMgqibelelisi wokholo lwethu, uYesu, owathi, ngenxa yovuyo olwalubekwe phambi kwakhe, wawunyamezela umnqamlezo, elidelile ihlazo, waza wahlala phantsi ngasekunene kwetrone kaThixo.3Ewe, mqondeni lowo ukunyamezeleyo ukumphikisa okungaka kwaboni, ukuze ningadinwa, ingatyhafi imiphefumlo yenu.4Anikachasi kude kube segazini, nizamana naso isono.5Kananjalo senilulibele uvuselelo olu, luthetha kuni ngathi kukoonyana, lusithi, Nyana wam, musa ukukucekisa ukuqeqesha kweNkosi, Kananjalo ungatyhafi wakohlwaywa yiyo;6Kuba lowo imthandayo iNkosi iyamqeqesha, Ibatyakatye ke bonke oonyana ebamkelayo.7Ukuba ninyamezela uqeqesho, uThixo woba uniphethe njengoonyana; kuba nguwuphi na unyana ongaqeqeshwayo nguyise?8Ukuba ke aniqeqeshwa, abathe baba ngamadlelane ngalo bonke, noba nina niyimigqakhwe ngoko, aningoonyana.9Kananjalo sibe sinabo oobawo benyama okunene besiqeqesha, sabahlonela; asiyi kuthi ngakumbi na sithobele uYise woomoya bonke, sidle ubomi?10Kuba bona okunene basiqeqesha imihla embalwa, ngokokuzithandela kwabo, kodwa yena usiqeqeshela okusilungeleyo, ukuze sahlulelane ngobungcwele bakhe.11Lonke ke uqeqesho okunene ngokwakalokunje alubonakali luluvuyo, lubonakala luyintlungu; kodwa kamva lubanika isiqhamo esiluxolo, oko kukuthi sobulungisa, abo baqhelisiweyo lulo.12Kungoko endithi, Zimiseni izandla eziwileyo, namadolo anedumbe;13iinyawo zenu nizenzele imizila ethe tye, ukuze into eqhwalelayo ingaphambuki endleleni, kanye ke iphiliswe.14Phuthumani uxolo nabo bonke, nobungcwele, ekungekho namnye uya kuyibona iNkosi, engenabo;15nivelela, ukuze kungabikho bani usilelayo elubabalweni lukaThixo, kungabikho ngcambu yabukrakra, ithi ivele ihlume, inikhathaze, bathi abaninzi badyojwe yiyo;16kungabikho bani ulihenyu, nokuba ngumhlambeli, njengoEsawu, owathi ngenxa yentwana yokudla wananisa ngobuzibulo bakhe.17Kuba niyazi ukuba wathi kamva, ethanda ukuyidla ilifa intsikelelo, walahlwa; kuba akafumananga thuba languquko, noko wayingxamelayo ngeenyembezi.18Kuba anisondelanga ntabeni iphathwayo, itshayo ngumlilo, nasithokothokweni, na bumnyameni, naluqhwitheleni, 19nasandini saxilongo, nasithongeni samazwi, abathe abo basivayo bacela kabukhali, ukuba kungabi sathethwa lizwi kubo.20Kuba babengenakukuthwala oko babeyalwa ngako; nokuba ithe inkomo yayichukumisa intaba, ibiya kuxulutywa ngamatye, ithi mhlawumbi ibinzwe ngomkhonto;21yaza loo nto yabonakalayo yoyikeka, kangangokuba uMoses athi, Ndiyoyika kakhulu, ndiyagubha.22Nisuke nina nafika eZiyon, entabeni nasemzini woThixo ophilileyo, kwiYerusalem yasemazulwini, nakumawakawaka ezithunywa zezulu, 23kwingqungquthela, nakwibandla lamazibulo abhaliweyo emazulwini, nakuThixo, uMgwebi wabo bonke, nakoomoya bamalungisa agqibeleleyo, 24nakuMlamleli womnqophiso omtsha, uYesu, nakwigazi lokufefa, elithetha ezona zinto zilungileyo kunelika-Abheli.25Lumkani, ningamali lowo uthethayo. Ukuba ke abo, bamalayo lowo wahlabayo izihlabo emhlabeni, abasindanga, kobeka phi na ke ukugqithisela kokungasindi kwethu, thina bamnikela umva lowo uhlaba esemazulwini;26olizwi oko lawuzamazamisayo umhlaba; ngoku ke ubeke ngedinga, esithi, Kusaya kuba ngumzuzwana endiya kuthi mna ndinganyikimisi mhlaba wodwa, ndinyikimise nalo izulu.27Oku kuthi ke, Kusaya kuba ngumzuzwana, kubonakalalisa ukuguqulwa kwezinto ezizanyazanyiswayo, ngathi kokwezenziweyo, ukuze zihlale zona ezingenakuzanyazanyiswa.28Masithi ngoko, sisamkela ubukumkani obungenakuzanyazanyiswa nje, sibe nombulelo, simkhonze ngawo uThixo ngokukholekileyo, sinokuhlonela nokoyika;29kuba uThixo wethu ungumlilo odlayo.Xhosa Bible 1975 © Bible Society of South Africa 1975. Used with permission. All rights reserved IZIBHALO EZINGCWELE 1975 Hebhere 12 00:00:00 00:00:00 0.5x 2.0x https://beblia.bible:81/BibleAudio/xhosa/hebrews/012.mp3 13 12