Ivesi yomhlaUCanzibe 23 1 Tesalonika 5:23 Wanga ke uThixo woxolo ngokwakhe anganingcwalisa niphelelisekile; uthi, ugqibelele owenu umoya nomphefumlo nomzimba, ugcinwe ngokungenakusoleka ekufikeni kweNkosi yethu uYesu Kristu. Xhosa Bible 1975 © Bible Society of South Africa 1975. Used with permission. All rights reserved