Ivesi yomhlaIsilimela 18 2 Chronicles 6:18 “Kambe ke, ngaba uThixo angade ahlale emhlabeni phakathi koluntu na? Hayi bo; kaloku namazulu, nditsho namazulu asemajuku-jukwini ngokwawo, akanako ukukuqulatha! Ibeke phi ke yona le ndlu ndiyakhileyo? Xhosa Bible 1996 © Bible Society of South Africa 1996